Freshlyground
Zithande
[Verse 1]
Abo Mjongeni bavaya nge Mercedes
Mna noCarolina siyakorobha
Asikhalazi! Sityisa aboo mamisa
Mna noCarolina siyakorobha
Bagqithile nabooMatiba
Ngoku bekusithiwa uzasisindisa
Kanti walile naye uThat Umbeke
Phofu mna noCarolina besimbona

[Verse 2]
Nabomadam basithathela phantsi, bathethela phezulu, siyababona
Nama-owu ethu awas'khathalelanga, asphathel' ingculaza, siyababona
Bagqithile nabooMahatma, ngoku bekusithiwa uzasisindisa
Kanti walile naye uMa Mariya, phofu mna noCarolina, siyamxolela

[Verse 3]
Bamb' isandla sam, sibhabhe emafini
Mna noCarolina siyanicela
Yekan' ukuzicingela, mamela umaDlamini
Mna noCarolina, siyanicela
Bagqithile nabooVerwoerd, ngoku bekusithiwa uzasihlukumeza
Kanti walile nay' uPik Botha, phofu mna noCarolina, besimbona