Miriam Makeba
The Click Song
[Intro]
In my native village in Johannesburg there is a song that we always sing when a young girl gets married. It's called "The click song" by the English because they can not say qongqothwane

[Verse 1]
Igqirhha lendlela nguqo ngqothwane
Igqirhha lendlela kuthwa nguqo ngqothwane
Igqirha lendlela, huyya, nguqo ngqothwane
Igqirhha lendlela kuthwa nguqo ngqothwane, huyya

[Verse 2]
Seleqabele gqi thapha, huyya, nguqo ngqothwane
Selequbule gqi thapha nguqo ngqothwane
Seleqabele gqi thapha, huyya, nguqo ngqothwane
Selequbule gqi thapha nguqo ngqothwane, huyya

[Bridge]
[?]

[Verse 3]
Igqirha lendlela, huyya, nguqo ngqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqo ngqothwane
Igqirha lendlela, huyya, nguqo ngqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqo ngqothwane, huyya

[Verse 4]
Seleqabele gqi thapha, huyya, nguqo ngqothwane
Selequbule gqi thapha nguqo ngqothwane
Seleqabele gqi thapha, huyya, nguqo ngqothwane
Selequbule gqi thapha nguqo ngqothwane