Miriam Makeba
Ha Po Zamani
Hapo zamani, sikuya (sikuwa) hivi
Hapo zamani, shauri ya pombe

Nindibona ndilinxila nje kungenxa yamabhulu
(I am a drunk because of the Afrikaner white man)

Nindibona ndingenakhaya nje kungenxa yabelungu
(I am homeless because of the whites)

Nindibona ndizula nje kungenxa yabelungu
(I am a hobo because of the whites)

Baleka bhulu (Run white man)

Sizobuya (We'll come back)

Sizobuy' ekhaya (we'll come back home)