🔥 Earn $600 – $2700+ Monthly with Private IPTV Access! 🔥
Our affiliates are making steady income every month:
IptvUSA – $2,619 • PPVKing – $1,940 • MonkeyTV – $1,325 • JackTV – $870 • Aaron5 – $618
💵 30% Commission + 5% Recurring Revenue on every referral!
👉 Join the Affiliate Program Now Kabza De Small
Makubenjalo [Radio Edit]
[Verse]
Ndicela uJehova
Andigcinele uMama
Ndiyacela Nkosi
Uzundiphe amandla
Ndimenzele konke akufunayo Umama
Ndiyacela Nkosi
Uzundiphe amandla
Undithwele Kumkanikazi
Undithwele ebunzimeni
Undithwele Kumkanikazi
Undithwele ebunzimeni
Undithwele wena
Undithwele ebunzimeni
Undithwele mama
Undithwele ebunzimeni
[Chorus]
Makubenjalo
Makubenjalo
Makubenjalo
Ye a yo ye
Makubеnjalo
Makubenjalo
Makubenjalo
Ye a yo yе