​​iFani
See Live
See live, come and see live, si-live no C-Live
Hey yi hip hop heads lena br'iey, uphamene...

[Verse 1]
Batsho kwakudala madala'aban'tabadala bathi indlala inamanyama izidala akufane langa uzilahle tu
Ngoku ndiyilantanga yethanga ndiphakathi kwethanga and u mama wandiyala wathi "nyan'am yitya i-vegetables"
IFani sugeza uhleli nje ufuna u-crenka uhleli nje ufuna azeka ufun'ibeef unamandl'egusha
Zange ndaba-gullible bam'apho ndiyabatyhala kude bayadlala kum umnyama ngumbalabala o-colourful
Hayi tshini e-africa
Ndim i-star(Easter) pasika
Imile tshini inantsika push-push gxantshintsha
[?]uzumbuze uLatika
Intsomi ndiyayibalisa hlala phantsi ube comfortable
Naz'ezam iflow hayi bhuti yiza nezakho
Ndikufak'inqindi ndifak'ilogo ye AZAPO
Yes i want bread e Bhayi sikhule ngo SASKO
Uzuma ngu Tom Cruise lemitshini i-imposible(mission imposible)
Ndiv'uwara wara magwala ndidlalwa Ligwalagwala
Ndidlalwa yi Atlanta s'udlala Chief ndiliBhakabhaka
Nina nisalala