Sun-El Musician
Ndikhetha Lowa
[Verse 1]
Asilali namhlanje ndingafumananga
Asilali namhlanje ndinga winnanga
Asibuyi endlini ndingalandelwanga
Ngoba ndifuna uqonywa nam' ndibe lisoka

[Pre-Chorus]
Ndicela ningandithatheli we majita lomntana
Ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
Ndicela ningandithatheli we majita lomntana
Ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza

[Chorus]
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa

Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa

[Verse 2]
Asilali namhlanje ndingafumananga
Asilali namhlanje ndinga winninga
Asibuyi endlini ndingalandelwanga
Ngoba ndifuna uqonywa nam ndibe lisoka
[Pre-Chorus]
Ndicela ningandithatheli we majita lomntana
Ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza
Ndicela ningandithatheli we majita lomntana
Ndicela ningandithatheli we majita lesimadzadza

[Chorus]
Ndikhetha lowa (Lona ngowam)
Ndikhetha lowa (Lona ngowam)
Ndikhetha lowa (Lona ngowam)
Ndikhetha lowa (Lona ngowam)

Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa

Ndikhetha lowa (He ndikhethe)
Ndikhetha lowa (Ndikhethe)
Ndikhetha lowa
Ndikhetha lowa