Sun-El Musician
Intombi Yami
[Verse 1]
Lovie sweetie
Themba lam'
Muhleza wam'
Ntandokazi yam'
Bambo lwam'
Sofa silahlane wam'

[Pre-Chorus]
Nguye lona
Nguye lona
Yena uzofumana abantwana nam'
Ngoba vele usisthandwa sam'
Nguye lona
Nguye lona
Ngoba yena uzohlala nam'
Vele usisqanda mathe sam'

[Chorus]
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'

[Verse 2]
Dali ndiyabulela
Ukuthi usahleli nam
Sthandwa ndiyabulela
Ukuthi ukhethe nam
Bendithi asoze mna
Asoze mna ndibenawe
Bendithi asoze mna
Asoze ndidibane nomntu ofana nawе

[Pre-Chorus]
Nguye lona
Nguye lona
Yena uzofumana abantwana nam'
Ngoba vеle usisthandwa sam'
Nguye lona
Nguye lona
Ngoba yena uzohlala nam'
Vele usisqanda mathe sam'
[Chorus]
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'

Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'

Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Sele eyi ntombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'
Intombi yam', intombi yam'