Sun-El Musician
Mandinaye
[Verse 1: Ami Faku]
Hayi andizendi mfethu
Nkathalo itshon'emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileqiphupha elinguwe
Kumilizwe kofika wena
Nomphefumlo uphel' amandla
Ndimelwe yintliziyo, nengqondo, nes'milo

[Chorus: Ami Faku]
Mandinaye, Inkathalo ivelile
Mandinaye empliweni yami
Kufika imincumo ebambeka nzima
Konwaba nabazali ndothi nam' ndinaye
Mandinaye, Inkathalo ivelile

[Refrain: Ami Faku]

[Instrumental]

[Verse 2: Ami Faku]
Hayi andizendi mfethu
Nkathalo itshon' emuva
Ilandwa yinkolo yami
Yokuthi ndileqiphupha elinguwe
Kumilizwe kufika wena
Nomphefumlo uphela mandla
Ndimelwe yintliziyo, nengqondo, nes'milo
[Chorus: Ami Faku]
Mandinaye, Inkathalo ivelile
Mandinaye empliweni yami
Kufika imincumo yabambe kanzima
Konwaba nabazali ndothi nam' ndinaye
Mandinaye, Inkathalo ivelile

[Refrain: Ami Faku]

[Outro]
Mandinaye, mandinaye, mandinaye
Mandinaye, mandinaye, mandinaye
Mandinaye, mandinaye, mandinaye
Mandinaye, mandinaye, mandinaye

[Instrumental]