🔥 Earn $600 – $2700+ Monthly with Private IPTV Access! 🔥
Our affiliates are making steady income every month:
IptvUSA – $2,619 • PPVKing – $1,940 • MonkeyTV – $1,325 • JackTV – $870 • Aaron5 – $618
💵 30% Commission + 5% Recurring Revenue on every referral!
👉 Join the Affiliate Program Now [Verse 1: Sino Msolo]
Kwaze kwalula, kuMdali mna ndiyabulela
Oh, hayi hayi ubuhle obunjena
Hayi, azange ndabubona
Azange ndamubona ofana nje ngawe
[Pre-Chorus: Simmy & Sino Msolo]
Hayi hayi, mna ndiyaz'fela ngawe
Hay’ aw hayi, aw' wena s'thandwa saam
Qhaw’ndibamba, ihliziyo yam' ibetha ngamandla
Qhaw'ndibamba, ihliziyo yam' ibetha ngamandla
[Chorus: Simmy & Sino Msolo]
Kwalula, kwaze kwalula
Kwalula, kwaze kwalula
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Kwalula, kwaze kwalula
Kwalula, kwaze kwalula
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
[Refrain: Simmy & Sino Msolo]
[Verse 2: Simmy]
[Pre-Chorus: Simmy & Sino Msolo]
Hayi hayi, mna ndiyaz'fela ngawe
Hay' aw hayi, aw' wena s'thandwa saam
Qhaw’ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla
Qhaw'ndibamba, ihliziyo yam’ ibetha ngamandla
[Chorus: Simmy]
Kwalula, kwaze kwalula
Kwalula, kwaze kwalula
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
Kwalula, kwaze kwalula
Kwalula, kwaze kwalula
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena
[Refrain: Simmy]
[Outro: Simmy]
Kwalula, kwaze kwalula
Kwalula, kwaze kwalula
Ukuthanda wena
Ukuthanda wena