Kid Tini
Imali
[Intro: Snymaan]
Ahhmm
Ahhmm
Eeh ahhh
Thananana
Thananana
Thananana
Thananana

[Chorus: Snymaan]
Impilo inzima ndoda khathi ndixabele
Itshayile ndoda khathi ndiphangele
Impilo inzima xa indoda ingenaplani
Phumela phandle endlini ndoda wenzani?
Ahhmm
Sizami nto yokuthenga
Sifun' imali yoK'thenga
Indlumama kanene
Kufuneke ndothenga
Imali yokondl'umfazi wam'
Imali yab'abantwanam'
Imali yamatyal'am'
Sifun'into yokuthenga

[Post-Chorus: Snymaan]
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
[Verse 1: Kid Tini]
Thina sifuna imali empokothweni
Tatazela xabebona thina
Khabi ntwana xa indizela ngamasimba
Bangaqala kodwa abanophinda
Ndiphuma eGcuwa andinongaphakamisi
Nama genge sizam'uhlanganisa
Buza utayma naye akanophika
Mamazala was the father figure
All day, faka abantwana es'kolweni
Didn't stick around when days are dark nabo betshon'embobeni
Sifunimali yothenga phuma phandle go get it
Ain't no gain with no pain n***a
Ain't no time for no play
Cause andikazuyeka, yam'imini iyeza
Noba bangandihleba (Andikazuyeka)
Naba babe-extra noba bangandihleka
Phela be-confess'a (Andikazuyeka eyi)

[Chorus: Snymaan]
Impilo inzima ndoda khathi ndixabele
Itshayile ndoda khathi ndiphangele
Impilo inzima xa indoda ingenaplani
Phumela phandle endlini ndoda wenzani?
Ahhmm
Sizami nto yokuthenga
Sifun' imali yoK'thenga
Indlumama kanene
Kufuneke ndothenga
Imali yokondl'umfazi wam'
Imali yab'abantwanam'
Imali yamatyal'am'
Sifun'into yokuthenga
[Post-Chorus: Snymaan]
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana

[Verse 2: Kid Tini]
Impil'inzima nathi ndoda sinyamezele
Nathi sichazele [?] uqhaphele
Kwakude phezulu, abanye abafun'into iqabele
Only cause they know when the boy gone sekurhatyele
Cause I got this shit on lock
Tell 'em I got the keys
If you ain't talkin' 'bout guap, ndicel' ungandifaki please
Working a whip, the drop top
Cava the span' it's non-stop
Make sure the moms is guap'd up
N***a we slaving cause andikazuyeka, yam'imini iyeza
Noba bangandihleba (Andikazuyeka)
Naba babe-extra noba bangandihleka
Phela be-confess'a (Andikazuyeka eyi)

[Chorus: Snymaan]
Impilo inzima ndoda khathi ndixabele
Itshayile ndoda khathi ndiphangele
Impilo inzima xa indoda ingenaplani
Phumela phandle endlini ndoda wenzani?
Ahhmm
Sizami nto yokuthenga
Sifun' imali yoK'thenga
Indlumama kanene
Kufuneke ndothenga
Imali yokondl'umfazi wam'
Imali yab'abantwanam'
Imali yamatyal'am'
Sifun'into yokuthenga
[Post-Chorus: Snymaan]
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana
Thananana thananana thananana

[Outro: Kid Tini]
Thina sakhanda kuphumilanga (Thananana)
Ndibalintwana kulamalanga (Thananana)
Uzosibona emaKhasana (Thananana, thananana, thananana)