ekuphileni,
[Intro: Amanda Black]
Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah
[Verse 1: Amanda Black]
Maria amandla am', khawundithandazele
Ndibambelele kuyo, indlela yokulunga
Ndiphe ngoko amandla, ndigxininise kuyo
Indlela yakho Yesu
Esa ekuphileni
[Chorus: Amanda Black]
Ekuphileni, yeah
Ekuphileni
Ekuphileni, ayy
Ekuphileni
[Verse 2: J'Something]
Maria themba lam', khawundithethelele
Kunyana wakho uYesu, olithamsanqa lethu
Ndiphe ngoku amandla, ndigxininise kuyo
Indlela yakho Yesu
Esa ekuphileni
[Chorus: J'Something]
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
[Bridge: Amanda Black, with J'Something]
Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria
[Outro: Amanda Black, with J'Something]
Uzundincedise ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Ndincedisе ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, yeah
Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah
[Verse 1: Amanda Black]
Maria amandla am', khawundithandazele
Ndibambelele kuyo, indlela yokulunga
Ndiphe ngoko amandla, ndigxininise kuyo
Indlela yakho Yesu
Esa ekuphileni
[Chorus: Amanda Black]
Ekuphileni, yeah
Ekuphileni
Ekuphileni, ayy
Ekuphileni
[Verse 2: J'Something]
Maria themba lam', khawundithethelele
Kunyana wakho uYesu, olithamsanqa lethu
Ndiphe ngoku amandla, ndigxininise kuyo
Indlela yakho Yesu
Esa ekuphileni
[Chorus: J'Something]
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
Ekuphileni
[Bridge: Amanda Black, with J'Something]
Ah Maria ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria, ah Maria yeah
Ah Maria ah Maria ah ah
Ah Maria
[Outro: Amanda Black, with J'Something]
Uzundincedise ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Ndincedisе ukuthandaza
Ndincedise ukuthandaza
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, ukuthanda
Hay' uthandaza, yeah